{"id":971,"date":"2024-11-20T19:02:27","date_gmt":"2024-11-20T17:02:27","guid":{"rendered":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971"},"modified":"2024-11-20T19:08:13","modified_gmt":"2024-11-20T17:08:13","slug":"ilizwe-lasechina-lizibandakanya-nephulo-lokulwa-indlala","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971","title":{"rendered":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala"},"content":{"rendered":"<p>Rio de Janeiro<\/p>\n<p>Umongameli welizwe lase China obekekileyo\u00a0 uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20.<\/p>\n<p>Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo.<\/p>\n<p>Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala nokuhlupheka xeshikweni elilizwe belixhuzula imikhala longamele intlanganiso yeG20, nangokuxhasa umbutho wehlabathi wokulwa nendlala nokuhlupheka obizwa ngokuba yi Global Alliance Against Hunger and Poverty.<\/p>\n<p>\u201cSisonke sizimisele ukwakha ihlabathi eline njongo yophuhliso kunye nentlalontle,\u201d waleke ngelitshoyo Umongameli uXi Jinping.<\/p>\n<p>Ukwathe, ukufezekisa konke oku kufuneka Iinkokheli, zizimisele kuphuhliso, utyalo mali, intsebeziswano nokuxhasa amaphulo ajongene nokukhulisa uqoqosho.<\/p>\n<p>uXi uthe ilizwe lase China lizimisele ukuqinisekisa ukuba iziko elaziwa ngokuba yiGlobal South Research Centre neliphantsi kolwakhiwo luyaphumelela kwaye lisebenza kakuhle.<\/p>\n<p>Ukwathe isixa esingama US$20 billion sibekwe bucala kwaye siyakusetyenziswa ngendlela efanelekileyo ukulwa indlala nokukhuthaza uPhuhliso kumazwe anoqoqosho olusakhasayo ingakumbi e Africa.<\/p>\n<p>Ilizwe laseChina kunye ne Brazil, Umzantsi Africa kunye Ne African Union amemelele ukumiselwa kwentlangano yamazwe ngamazwe eyekujongana nophuhliso kwezotechnoloji nobugcisa.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo\u00a0 uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso<\/p>\n","protected":false},"author":2,"featured_media":972,"comment_status":"open","ping_status":"closed","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_monsterinsights_skip_tracking":false,"footnotes":""},"categories":[19],"tags":[],"class_list":["post-971","post","type-post","status-publish","format-standard","has-post-thumbnail","hentry","category-updates-from-china"],"aioseo_notices":[],"aioseo_head":"\n\t\t<!-- All in One SEO 4.9.10 - aioseo.com -->\n\t<meta name=\"description\" content=\"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala\" \/>\n\t<meta name=\"robots\" content=\"max-image-preview:large\" \/>\n\t<meta name=\"author\" content=\"Khaya Mntsantsa\"\/>\n\t<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971\" \/>\n\t<meta name=\"generator\" content=\"All in One SEO (AIOSEO) 4.9.10\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:site_name\" content=\"Pixley Independent - The Independent Voice of Pixley Ka Seme\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:title\" content=\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:description\" content=\"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image\" content=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:secure_url\" content=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:width\" content=\"2335\" \/>\n\t\t<meta property=\"og:image:height\" content=\"866\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:published_time\" content=\"2024-11-20T17:02:27+00:00\" \/>\n\t\t<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-11-20T17:08:13+00:00\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:title\" content=\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:description\" content=\"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala\" \/>\n\t\t<meta name=\"twitter:image\" content=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png\" \/>\n\t\t<script type=\"application\/ld+json\" class=\"aioseo-schema\">\n\t\t\t{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"BlogPosting\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#blogposting\",\"name\":\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent\",\"headline\":\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala\",\"author\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?author=2#author\"},\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/#organization\"},\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2024\\\/11\\\/isixhosa.jpg\",\"width\":270,\"height\":183},\"datePublished\":\"2024-11-20T19:02:27+02:00\",\"dateModified\":\"2024-11-20T19:08:13+02:00\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#webpage\"},\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#webpage\"},\"articleSection\":\"Updates From China\"},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#breadcrumblist\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za#listItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?cat=19#listItem\",\"name\":\"Updates From China\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?cat=19#listItem\",\"position\":2,\"name\":\"Updates From China\",\"item\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?cat=19\",\"nextItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#listItem\",\"name\":\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala\"},\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za#listItem\",\"name\":\"Home\"}},{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#listItem\",\"position\":3,\"name\":\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala\",\"previousItem\":{\"@type\":\"ListItem\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?cat=19#listItem\",\"name\":\"Updates From China\"}}]},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/#organization\",\"name\":\"Pixley Independent\",\"description\":\"The Independent Voice of Pixley Ka Seme\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/\",\"telephone\":\"+27769098315\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2024\\\/03\\\/cropped-pixley-logo-png.png\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971\\\/#organizationLogo\",\"width\":2335,\"height\":866},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971\\\/#organizationLogo\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?author=2#author\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?author=2\",\"name\":\"Khaya Mntsantsa\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#authorImage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/0b7cf119fcecef080829d6be6dcc6abc2843bb5adb57fe3df2adc692018acfc0?s=96&d=mm&r=g\",\"width\":96,\"height\":96,\"caption\":\"Khaya Mntsantsa\"}},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#webpage\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971\",\"name\":\"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent\",\"description\":\"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/#website\"},\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#breadcrumblist\"},\"author\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?author=2#author\"},\"creator\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?author=2#author\"},\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/wp-content\\\/uploads\\\/2024\\\/11\\\/isixhosa.jpg\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971\\\/#mainImage\",\"width\":270,\"height\":183},\"primaryImageOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/?p=971#mainImage\"},\"datePublished\":\"2024-11-20T19:02:27+02:00\",\"dateModified\":\"2024-11-20T19:08:13+02:00\"},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/\",\"name\":\"Pixley Independent\",\"description\":\"The Independent Voice of Pixley Ka Seme\",\"inLanguage\":\"en-US\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/pixleyindependent.co.za\\\/#organization\"}}]}\n\t\t<\/script>\n\t\t<!-- All in One SEO -->\n\n","aioseo_head_json":{"title":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent","description":"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala","canonical_url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971","robots":"max-image-preview:large","keywords":"","webmasterTools":{"miscellaneous":""},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"BlogPosting","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#blogposting","name":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent","headline":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala","author":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?author=2#author"},"publisher":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/#organization"},"image":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/11\/isixhosa.jpg","width":270,"height":183},"datePublished":"2024-11-20T19:02:27+02:00","dateModified":"2024-11-20T19:08:13+02:00","inLanguage":"en-US","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#webpage"},"isPartOf":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#webpage"},"articleSection":"Updates From China"},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#breadcrumblist","itemListElement":[{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za#listItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/pixleyindependent.co.za","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?cat=19#listItem","name":"Updates From China"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?cat=19#listItem","position":2,"name":"Updates From China","item":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?cat=19","nextItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#listItem","name":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala"},"previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za#listItem","name":"Home"}},{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#listItem","position":3,"name":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala","previousItem":{"@type":"ListItem","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?cat=19#listItem","name":"Updates From China"}}]},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/#organization","name":"Pixley Independent","description":"The Independent Voice of Pixley Ka Seme","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/","telephone":"+27769098315","logo":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971\/#organizationLogo","width":2335,"height":866},"image":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971\/#organizationLogo"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?author=2#author","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?author=2","name":"Khaya Mntsantsa","image":{"@type":"ImageObject","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#authorImage","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/0b7cf119fcecef080829d6be6dcc6abc2843bb5adb57fe3df2adc692018acfc0?s=96&d=mm&r=g","width":96,"height":96,"caption":"Khaya Mntsantsa"}},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#webpage","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971","name":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent","description":"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala","inLanguage":"en-US","isPartOf":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/#website"},"breadcrumb":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#breadcrumblist"},"author":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?author=2#author"},"creator":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?author=2#author"},"image":{"@type":"ImageObject","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/11\/isixhosa.jpg","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971\/#mainImage","width":270,"height":183},"primaryImageOfPage":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971#mainImage"},"datePublished":"2024-11-20T19:02:27+02:00","dateModified":"2024-11-20T19:08:13+02:00"},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/#website","url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/","name":"Pixley Independent","description":"The Independent Voice of Pixley Ka Seme","inLanguage":"en-US","publisher":{"@id":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/#organization"}}]},"og:locale":"en_US","og:site_name":"Pixley Independent - The Independent Voice of Pixley Ka Seme","og:type":"article","og:title":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent","og:description":"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala","og:url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971","og:image":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png","og:image:secure_url":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png","og:image:width":2335,"og:image:height":866,"article:published_time":"2024-11-20T17:02:27+00:00","article:modified_time":"2024-11-20T17:08:13+00:00","twitter:card":"summary_large_image","twitter:title":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala - Pixley Independent","twitter:description":"Rio de Janeiro Umongameli welizwe lase China obekekileyo uXi Jinping umemelele iziphakamiso nenxaso ejongene nophuhliso lwehlabathi jikelele. Umongameli uXi Jinping ubethetha kwindibano yakutshanje yamazwe eG20. Kwintetho yakhe ungxininise ekubeni ilizwe lakhe lizimisele kakhulu ekukhuthazeni ihlabathi elisekezelwe kulingano, intsebenziswano, uphuhliso kunye noxolo. Umongameli uXi Jinping usebenzise elithuba ebulela urhulumente wase Brazil ngokuthatha amanyathelo aqatha ukulwa indlala","twitter:image":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/wp-content\/uploads\/2024\/03\/cropped-pixley-logo-png.png"},"aioseo_meta_data":{"post_id":"971","title":null,"description":null,"keywords":null,"keyphrases":{"focus":{"keyphrase":"","score":0,"analysis":{"keyphraseInTitle":{"score":0,"maxScore":9,"error":1}}},"additional":[]},"primary_term":null,"canonical_url":null,"og_title":null,"og_description":null,"og_object_type":"default","og_image_type":"default","og_image_url":null,"og_image_width":null,"og_image_height":null,"og_image_custom_url":null,"og_image_custom_fields":null,"og_video":"","og_custom_url":null,"og_article_section":null,"og_article_tags":null,"twitter_use_og":false,"twitter_card":"default","twitter_image_type":"default","twitter_image_url":null,"twitter_image_custom_url":null,"twitter_image_custom_fields":null,"twitter_title":null,"twitter_description":null,"schema":{"blockGraphs":[],"customGraphs":[],"default":{"data":{"Article":[],"Course":[],"Dataset":[],"FAQPage":[],"Movie":[],"Person":[],"Product":[],"ProductReview":[],"Car":[],"Recipe":[],"Service":[],"SoftwareApplication":[],"WebPage":[]},"graphName":"BlogPosting","isEnabled":true},"graphs":[]},"schema_type":"default","schema_type_options":null,"pillar_content":false,"robots_default":true,"robots_noindex":false,"robots_noarchive":false,"robots_nosnippet":false,"robots_nofollow":false,"robots_noimageindex":false,"robots_noodp":false,"robots_notranslate":false,"robots_max_snippet":"-1","robots_max_videopreview":"-1","robots_max_imagepreview":"large","priority":null,"frequency":"default","local_seo":null,"breadcrumb_settings":null,"limit_modified_date":false,"ai":null,"created":"2024-11-20 17:02:27","updated":"2025-06-22 21:35:32","seo_analyzer_scan_date":null},"aioseo_breadcrumb":"<div class=\"aioseo-breadcrumbs\"><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\" title=\"Home\">Home<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\t<a href=\"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?cat=19\" title=\"Updates From China\">Updates From China<\/a>\n\t\t<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb-separator\">&raquo;<\/span><span class=\"aioseo-breadcrumb\">\n\t\t\tIlizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala\n\t\t<\/span><\/div>","aioseo_breadcrumb_json":[{"label":"Home","link":"https:\/\/pixleyindependent.co.za"},{"label":"Updates From China","link":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?cat=19"},{"label":"Ilizwe laseChina lizibandakanya nephulo lokulwa indlala","link":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/?p=971"}],"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/posts\/971","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/users\/2"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=%2Fwp%2Fv2%2Fcomments&post=971"}],"version-history":[{"count":3,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/posts\/971\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":975,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/posts\/971\/revisions\/975"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=\/wp\/v2\/media\/972"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=%2Fwp%2Fv2%2Fmedia&parent=971"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=%2Fwp%2Fv2%2Fcategories&post=971"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/pixleyindependent.co.za\/index.php?rest_route=%2Fwp%2Fv2%2Ftags&post=971"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}